Uhlaziyo-Mnqophiso 10:6 Ibhayibhile (XHO96)

“AmaSirayeli ke anduluka apho kuloo maqula amaYakana, ajonga eMosera. UAron wafela apho ke, waza wangcwatywa, yona indawo yakhe yobubingeleli yathathwa ngunyana wakhe uElazare.

Uhlaziyo-Mnqophiso 10

Uhlaziyo-Mnqophiso 10:1-13