Uhlaziyo-Mnqophiso 1:39 Ibhayibhile (XHO96)

“Ngaphezu koko ke uNdikhoyo wathi: ‘Ngabantwana benu kuphela abaya kungena kwelo lizwe; nditsho abo bangekakwazi ukwahlula okubi kokuhle, abo kanye nanisithi nina boba ngamaxhoba otshaba. Elo lizwe ndiya kulinikela kubo, limiwe ngabo.

Uhlaziyo-Mnqophiso 1

Uhlaziyo-Mnqophiso 1:38-46