Uhlaziyo-Mnqophiso 1:21 Ibhayibhile (XHO96)

Niyabona, uNdikhoyo uThixo wenu, uninike lo mhlaba. Ngoko ke hambani niwuthathe, nime kuwo, njengoko uNdikhoyo uThixo wookhokho aniyalelayo. Sanukuba nexhala okanye noyike.’

Uhlaziyo-Mnqophiso 1

Uhlaziyo-Mnqophiso 1:13-31