Uhezekile 8:6 Ibhayibhile (XHO96)

INkosi yathi kum: “Mntundini, uyayibona into abayenzayo – intlondi eyenziwa yindlu kaSirayeli apha, izinto eziza kundigxotha kwisibingelelo sam esisodwa? Kanti ke useza kubona nawona manyundululu.”

Uhezekile 8

Uhezekile 8:1-10