“Iya kuzila ikumkani,itshawe lincame mpela,ziwe phantsi izandla zabemi belizwe.Ndiya kubangcamlisa iindlela zabo;ewe, ndibohlwaye ngomgangatho wabo.Baya kuqonda ukuba ndinguNdikhoyo.”