Uhezekile 7:13 Ibhayibhile (XHO96)

Umthengisi akayi kuwubuyiselwa umhlaba wakhenokuba usaphila nomthengi,kuba awuzukujikwa umbono oxela intshabalalo yesihlwele.Akukho namnye oya kuba nako ukusindisa ubomi bakhe,kuba kaloku akukho namnye ungonanga.

Uhezekile 7

Uhezekile 7:10-16