Uhezekile 6:5 Ibhayibhile (XHO96)

Izidumbu zamaSirayeli ndiza kuzifumba phambi kwezithixo zawo, ndize amathambo awo ndiwasarhaze ajikeleze amaqonga enu.

Uhezekile 6

Uhezekile 6:1-14