Uhezekile 5:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiya kunithumela ngendlala namarhamncwa, nize nisale ningenabantwana. Niya kuba sisisulu sikabhubhani nokuphalala kwegazi, kuba ndiya kulithumela kuni ikrele. Mna Ndikhoyo ndithethile.”

Uhezekile 5

Uhezekile 5:10-17