Uhezekile 47:4 Ibhayibhile (XHO96)

Yaphinda yalinganisa kangangamakhulu amahlanu eemitha, yandisa kumanzi abetha edolweni. Yaphinda yalinganisa kangangamakhulu amahlanu eemitha, yandiweza kumanzi abetha esinqeni.

Uhezekile 47

Uhezekile 47:1-7