Uhezekile 46:4 Ibhayibhile (XHO96)

Idini elitshiswayo eliya kuza nenkosi phambi kukaNdikhoyo ngoMhla wokuPhumla liya kuba ngamaduna amathandathu amaxhwane nenkunzi yegusha, zonke zingenasiphako.

Uhezekile 46

Uhezekile 46:1-14