Uhezekile 46:20 Ibhayibhile (XHO96)

Yathi ke kum: “Le ndawo kulapho ababingeleli baya kupheka khona amadini etyala nawesono, baze boje khona umnikelo wokutya, khon' ukuze bangezi nayo kwinkundla engaphandle, baze ngokwenza njalo babeke abantu esichengeni.”

Uhezekile 46

Uhezekile 46:13-21