Uhezekile 46:18 Ibhayibhile (XHO96)

Inkosi mayingabahluthi abantu ilifa labo, ibagxothe emhlabeni wabo. Ilifa loonyana bayo maliphume kumhlaba wayo, ukuze kungabikho mntu uhluthwa umhlaba wakhe.’ ”

Uhezekile 46

Uhezekile 46:14-24