Uhezekile 44:17 Ibhayibhile (XHO96)

“Xa bengena emasangweni entendelezo ephakathi mabanxibe impahla yelinen; mabanganxibi impahla eyenziwe ngoboya ngexesha balungiselelayo kwinkundla engaphakathi okanye ngaphakathi endlwini kaThixo.

Uhezekile 44

Uhezekile 44:14-27