Uhezekile 42:12 Ibhayibhile (XHO96)

yayifana naleyo yamagumbi angasezantsi. Kwakukho umnyango ekungeneni kwenyoba eyayingqalene nodonga elibude bubhekise empuma, ekwakungenwa ngawo xa kuyiwa emagumbini.

Uhezekile 42

Uhezekile 42:9-20