Uhezekile 42:1 Ibhayibhile (XHO96)

Le ndoda yaya nam kwicala elingentla, sangena kwintendelezo yokuqala, yandisa kumagumbi ajongene nentendelezo yendlu kaThixo angqalene nodonga lwangaphandle emantla.

Uhezekile 42

Uhezekile 42:1-9