Uhezekile 41:4 Ibhayibhile (XHO96)

Yenza umlinganiso wobude beli gumbi eliphakathi, yafumana bulishumi leemitha, ububanzi bukwalishumi leemitha ukusuka kwigumbi eliphandle. Yathi ke kum: “Le yiNgcwele kaNgcwele.”

Uhezekile 41

Uhezekile 41:3-5