Uhezekile 41:20 Ibhayibhile (XHO96)

Ukusuka emgangathweni kuye phezu kwesango kwakukrolwe izithunywa ezimaphiko namasundu kudonga lwegumbi elingaphandle lesibingelelo.

Uhezekile 41

Uhezekile 41:13-25