Uhezekile 40:6 Ibhayibhile (XHO96)

Iye kwisango elijonge empumalanga. Ihambe ngezinyuko zesango, yalinganisa umgubasi walo, yaza yafumana uziimitha ezintathu ukungena.

Uhezekile 40

Uhezekile 40:1-15