Uhezekile 40:23 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakukho isango lenkundla engaphakathi elijongene nesango elingentla njengoko kunjalo empumalanga. Wenza umlinganiselo ukusuka kwelinye isango ukuya kwelinye, waza waba ngamashumi amahlanu eemitha.

Uhezekile 40

Uhezekile 40:15-31