Uhezekile 40:2 Ibhayibhile (XHO96)

Wandithatha ngemibono evela kuThixo, wandisa kwilizwe lakwaSirayeli, waza wandibeka phezu kwentaba ephakamileyo eyayinezakhiwo ezazingathi sisixeko kwicala langezantsi.

Uhezekile 40

Uhezekile 40:1-7