Uhezekile 40:19 Ibhayibhile (XHO96)

Yalinganisa umgama ukusuka phakathi kwisango elingezantsi kuye kuthi gaa ngaphandle kwentendelezo engaphakathi; wawuziimitha ezimashumi mahlanu kwisango lasempumalanga ngokunjalo nakwelingentla.

Uhezekile 40

Uhezekile 40:16-24