Uhezekile 40:13 Ibhayibhile (XHO96)

Yaza ke yalinganisa isango ukusuka emantla odonga olungemva lwegumbi olusedongeni elikwelinye icala kuye kuthi nqo kwelingaphesheya, yafumana ingumgama oziimitha ezilishumi elinambini nesiqingatha phakathi kwawo.

Uhezekile 40

Uhezekile 40:5-19