Uhezekile 4:13 Ibhayibhile (XHO96)

Waza wathi uNdikhoyo: “Baya kwenjenjalo abantu bakwaSirayeli ukudla ukutya okungcolileyo xa bephakathi kweentlanga endiya kubasarhaza phakathi kwazo.”

Uhezekile 4

Uhezekile 4:6-17