Uhezekile 39:7 Ibhayibhile (XHO96)

“Ndiya kulazisa igama lam elingcwele kubantu bam amaSirayeli. Andiyi kuvuma lingcoliswe igama lam elingcwele, kwaye nezizwe ziya kwazi ukuba mna Ndikhoyo ndinguYedwa wakwaSirayeli.

Uhezekile 39

Uhezekile 39:1-16