Uhezekile 39:15 Ibhayibhile (XHO96)

kuze kwenziwe umqondiso apho kubhaqwe khona ithambo lomntu de lingcwatywe ngabangcwabayo kwintlambo yesihlwele sikaGogi.

Uhezekile 39

Uhezekile 39:12-23