Uhezekile 38:9 Ibhayibhile (XHO96)

Wena nomkhosi wakho uphela nentlaninge yezizwe niya kunyuka nivuthuza okwesiphango; niya kufana nelifu eligubungele umhlaba.

Uhezekile 38

Uhezekile 38:1-17