Uhezekile 38:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiya kukujika, ndifake amagwegwe emihlathini yakho, ndikurhuqe nomkhosi wakho uphela, amahashe akho, umkhosi okhwele amahashe otsho ngezingaziwayo izivatho, isihlwele sonke siphethe amakhaka neengweletshetshe, bonke beqhiwule amakrele abo.

Uhezekile 38

Uhezekile 38:1-6