Uhezekile 38:11 Ibhayibhile (XHO96)

Uya kuthi: ‘Ndiza kuhlasela ilizwe elidolophu zingenandonga zikhuselayo; ndiza kuhlasela abantu boxolo bengalindele ngozi – bonke behlala apho kungekho zindonga zikhuselayo nazingcango namivalo.

Uhezekile 38

Uhezekile 38:7-13