Uhezekile 37:21 Ibhayibhile (XHO96)

uze uthi kubo: ‘Itsho iNgangalala uNdikhoyo ukuthi: Ndiya kuwaphuthuma amaSirayeli kwizizwe abalekele kuzo. Ndiya kuwaqokelela kuzo zonke iindawo, ndiwabuyisele ezweni lawo.

Uhezekile 37

Uhezekile 37:19-27