Uhezekile 36:8 Ibhayibhile (XHO96)

“Kodwa nina, zintaba zakwaSirayeli, niza kuvelisa amasebe neziqhamo zibe zezabantu bam amaSirayeli, kuba sebeza kugoduka.

Uhezekile 36

Uhezekile 36:1-17