Uhezekile 35:12 Ibhayibhile (XHO96)

Uya kuqonda ke ukuba mna Ndikhoyo ndizivile zonke izinyeliso zakho kwiintaba zakwaSirayeli. Uthe wena: ‘Zibhujisiwe zaza zanikelwa kuthi ukuba siziqwenge.’

Uhezekile 35

Uhezekile 35:9-15