Uhezekile 34:6 Ibhayibhile (XHO96)

Iigusha zam zaya kutsho ezintabeni, zathi xakalala ezindulini zonke. Zathi saa kulo lonke ilizwe, akwabikho mntu ubuzisayo uzifunayo.

Uhezekile 34

Uhezekile 34:1-7