Uhezekile 34:30 Ibhayibhile (XHO96)

Baya kutsho baqonde ukuba mna Ndikhoyo Thixo wabo, ndingakubo, baqonde ukuba nabo ndlu kaSirayeli bangabantu bam, itsho iNkosi uNdikhoyo.

Uhezekile 34

Uhezekile 34:20-31