Uhezekile 34:26 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiya kuzithamsanqelisa kunye nako konke okujikeleze induli yam. Ndiya kunisa imvula ngexesha layo; kuya kuna iimvula zentsikelelo.

Uhezekile 34

Uhezekile 34:21-30