Uhezekile 33:28 Ibhayibhile (XHO96)

Ilizwe ndiya kulenza libe yinkangala yentlango, aphele amandla ebelizingca ngawo, nakwiintaba zakwaSirayeli kuya kuba sebugxwayibeni, kungabikho mntu unqumlayo kuzo.

Uhezekile 33

Uhezekile 33:24-33