Uhezekile 33:22 Ibhayibhile (XHO96)

Kanti ngobusuku obuphambi kokufika kwaloo mfo, ndasiva isandla *sikaNdikhoyo, waza wavuleka umlomo wam kusasa singekabonani. Ewe, wavuleka umlomo wam, ndayeka ukuthula.

Uhezekile 33

Uhezekile 33:14-31