Uhezekile 33:20 Ibhayibhile (XHO96)

Kanti noko, ndlu kaSirayeli, nisathi: ‘Indlela aqhuba ngayo uNdikhoyo ayinabulungisa.’ Kodwa mna ndiya kugweba umntu ngamnye ngokwezenzo zakhe.”

Uhezekile 33

Uhezekile 33:18-25