Uhezekile 33:15 Ibhayibhile (XHO96)

waza wayibuyisa loo mpahla bekubanjiswe ngayo ngumboleki, wayibuyisa impahla ayibileyo, wenza ngokwemimiselo yobomi, wahlukana nobubi, ngokwenene akayi kufa, uya kudla ubomi.

Uhezekile 33

Uhezekile 33:8-23