Uhezekile 33:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba ilungisa ndilixelele ukuba liya kudla ubomi, laza lakreqa kuba likholose ngobulungisa balo, bonke ubulungisa balo buya kulityalwa; liya kufa ngenxa yesono salo.

Uhezekile 33

Uhezekile 33:7-19