Uhezekile 32:7 Ibhayibhile (XHO96)

Xa ndikucima igama,ndiya kuligquma izulu,ndizigubungele iinkwenkwezi.Ilanga ndiya kulisitha ngelifu;inyanga ayisayi kukhanya.

Uhezekile 32

Uhezekile 32:6-11