Uhezekile 32:30 Ibhayibhile (XHO96)

“Zilapho iinkosana zasentla nawo onke amaSidon; awe kunye nabatyakatyelwe ehlazweni, nakuba ubunganga babo bubabanga ivuso. Balele apho bengalukanga, kunye nâbo bafe ngekrele; bathwele ihlazo labo kunye nâbo bahlele kwelabafileyo.

Uhezekile 32

Uhezekile 32:26-32