Uhezekile 32:2 Ibhayibhile (XHO96)

“Mntundini, yitsho isililo ngokumkani waseJiputa, uthi kuye:“Kuphelile kuwe, ngonyama yezizwe!Unjengegongqongqo elwandlexa uzibhija-bhija kuloo mlambo wakhouwagxobha-gxobha amanzi ngezo nyawo zakho,atsho amdaka amanzi emlanjeni.

Uhezekile 32

Uhezekile 32:1-5