Uhezekile 30:9 Ibhayibhile (XHO96)

“Ngaloo mini izithunywa zam ziya kuphuma ngeenqanawe ukuya kufaka ivuso eKushe. Baya kukhwankqiswa yintlungu ngomhla wokutshabalala kweJiputa, kuba ngenene uyeza.

Uhezekile 30

Uhezekile 30:1-11