Uhezekile 30:6 Ibhayibhile (XHO96)

“Uthi uNdikhoyo:Abangecala leJiputa baya koyiswa;amandla ayo eqhayiya aya kuwa phantsi.Baya kutyakatywa ngekreleukusuka eMigidoli kuthi gaa ngeAswan,itsho iNgangalala uNdikhoyo.

Uhezekile 30

Uhezekile 30:1-12