Uhezekile 30:4 Ibhayibhile (XHO96)

Liya kufika ikrele eJiputa;intlungu iya kugaleleka eKushe.Xa bezizigede ababuleweyo eJiputa,buya kuthinjwa ubutyebi bakhona;ziya kudilizwa iziseko zayo.

Uhezekile 30

Uhezekile 30:2-12