Uhezekile 30:25 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiza kuzixhasa iingalo zokumkani waseBhabheli, kodwa yena owaseJiputa uza kuwa iingalo. Baya kwazi ke ngoko ukuba ndinguNdikhoyo, xa sendimxhobisa ukumkani waseBhabheli alityityimbisele elaseJiputa.

Uhezekile 30

Uhezekile 30:18-26