Uhezekile 3:15 Ibhayibhile (XHO96)

Ndafika apho babehlala khona abathinjwa eTelabhibhi, kufuphi nomlambo iKebhare. Ndaya ndahlala phantsi phakathi kwabo iintsuku ezisixhenxe, ndikhwankqisiwe.

Uhezekile 3

Uhezekile 3:13-25