Uhezekile 29:7 Ibhayibhile (XHO96)

Bathe bakukubamba ngezandla, wasuka wakroboka, wabahlaba amanxeba emakhwapheni; bathe bakusimelela ngawe, wasuka wee shwaqa, baza bakruneka imiqolo.

Uhezekile 29

Uhezekile 29:3-17