Uhezekile 29:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiya kukuphosa entlango wena nezo ntlanzi zasentlanjeni.Uya kuwa elubala, ungaqokelelwa bani.Ndiya kukunikela kwizilwanyana zasendle neentaka zezulu,ube lixhoba lazo.

Uhezekile 29

Uhezekile 29:1-13