Uhezekile 29:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiyalwa nawe ke ngoko, wena nemisinga yomlambo wakho. Ndiza kulitshabalalisa izwe laseJiputa, libe yinkangala ukusuka eMigidoli naseAswan kuye kuthi gaa ngemida yaseKushe.

Uhezekile 29

Uhezekile 29:1-12